Daniel 1:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bekuko pakati kwawo, kulo usapo luka‐Juda, u‐Danyeli, u‐Hananiya, u‐Mishayeli, no‐Hazariya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke phakathi kwabo abo kwaye kukho abakoonyana bakaYuda, inguDaniyeli, noHananiya, noMishayeli, noAzariya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phakathi kwabo kwakukho oonyana bakaYuda, uDaniyeli, uHananiya, uMishayeli, noAzariya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phakathi kwâbo bakhethiweyo ke kwabakho nabafana bendlu kaJuda: uDaniyeli, uHananiya, uMishayeli, noAzariya.