Daniel 10:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndize ke ukuba ndikuqondise okuya kuhla ebantwini bako emihleni yokupela: ngokuba umboniso usengowemihla emininzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndize kukuqondisa ke okuya kubahlela abantu bakowenu ekupheleni kwemihla; kuba umbono lo usengowemihla leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndize kukwazisa okuya kubahlela abantu bakowenu ekupheleni kwemihla; ngenxa yokuba lo mbono ngowemihla emininzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngoku ndize kukuchazela izinto eziya kuhlela amawenu kwimihla ezayo, kuba kaloku lo mbono unxulumene naloo mihla.”