Daniel 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Singati nina ke isicaka salenkosi yam ukuteta nalenkosi yam? ngokuba mna, kwa kaloku kungahleli amandla kum, kungasele umpefumlo kum kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Angathini na ke ukuba nako umkhonzi wenkosi yam le, ukuthetha nenkosi yam le? Mna okwam andisenamandla, akusekho mphefumlo kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Angathini na ke ukuthetha umkhonzi wenkosi yam enkosini yam? ngenxa yokuba mna, ngoko nangoko amandla awazange aphelele kum, yaye kwakungasekho moya kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuxa bendingubani ke mna sicaka sakho, ukuba ndide ndithethe nenkosi yam? Sendiphelelwe nangamandla la; kunzima nokuphefumla oku.”