Daniel 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabuya wandicu̔kumisa onjengokubonakala kwomntu, wandomeleza,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphinda wandichukumisa onjengomntu, ukubonakala kwakhe, wandomeleza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ke omnye, wandichukumisa njengomntu, wandomeleza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda ke loo mfo ufana nomntu wandichukumisa, ndaza ndatsho ndomelezeka.