Daniel 10:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati: Uyazi na ndizele nina kuwe? Kodwa ngoku ndiya kubuya ukuba ndilwe nenkosi ye‐Peresiya; nxa ndipumileyo mna, bona ke; iya kuza inkosi ye‐Javane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Uyazi na into endize ngayo kuwe? Ngoku ke ndiya kubuya ndiye kulwa nomthetheli wamaPersi; ndiphuma nje, nanko umthetheli wakwaYavan esiza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Uyazi na into endize ngayo kuwe? ngoku ke ndiya kubuya ndiye kulwa neNkosana yasePersi; ndakugqiba, yabona, iNkosana yaseGrisi isiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi: “Uyayazi ngoku into endizise apha kuwe. Kodwa kusafuneka ndijike ndiye kulwa nesithunywa sombuso wasePeshiya. Ndakuba ndimkile kuya kuvela isithunywa sombuso wamaGrike.