Daniel 10:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko ndiya kushumayela kuwe oko kuba̔liweyo esiba̔lweni senyaniso. Akuko ke namnye ozomelezelana nam ngakuzo ezi, kupela ngu‐Mikaheli inkosi yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke ndiya kukuxelela okubhaliweyo esibhalweni senyaniso. Akukho namnye womelezana nam ngakwabo, ngaphandle kukaMikayeli, umthetheli wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ndiya kunibonisa okubhalwe kwiZibhalo eziyinyaniso; akukho bani undixolelayo kwezo zinto, ngaphandle kukaMikayeli, inkosana yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke mandikutyhilele loo nto ibhaliweyo eNcwadini yeNyaniso. Akukho bani undixhasayo ekulweni nâbo bachasene nam ngaphandle koMikayeli isithunywa senu.