Daniel 11:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ngamaxesha lawo abaninzi bosukela ngakuye ukumkani wasesuyide: aeya kuzipakamisa amanyangaza abantu bako, ukuba kuqiniswe umboniso; kodwa aya kuwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo maxesha kuya kusukela phezulu abaninzi ngakukumkani wasezantsi; baziphakamise oonyana abangamanyangaza abantu bakowenu, ukuba bawumise umbono; bakhubeke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha kuya kusukela phezulu abaninzi ngakukumkani wasezantsi; aziphakamise amasela ohlanga lwakowenu ukuba awumise umbono; kodwa baya kuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngelo thuba boba baninzi abamvukelayo ukumkani wasezantsi. Zoba zininzi nezakuni izibhoja ezimvukelayo ngenjongo yokuphumelelisa umbono othile; kodwa ke ziya kutshatyalaliswa.