Daniel 11:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woda aguqule ubuso bake ukuya eziqitini, abambe ezininzi: kodwa inkosi etile iya kwenza ukuyihlazisa kwake kupele, ngapandle kwokuba ukuhlazisa kwake iya kukubuyisa pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kujika, abhekise eziqithini, azithimbe ezininzi, aphelise abaphathi, kuthi cwaka ukungcikiva kwabo kubo; ke ukungcikiva kwakhe baya kukubuyisela kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko uya kujikela ubuso bakhe eziqithini, azithimbe ezininzi; engenakungcikivwa, uya kuyibhekisa kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kamva ke uya kuhlasela izizwe ezigudle ulwandle, azithimbe ezininzi. Kambe ke kovela injengele ethile, iziphelise iintlondi azenzileyo, yena angabi nako ukuziphindezela.