Daniel 11:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andule asonge ubuso bake ngasezinqatyeni zelake ilizwe: kodwa uya kuku̔beka, awe, angabi senokufunyanwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wojika, abhekise ezinqabeni zelizwe lakhe, akhubeke, awe, angafunyanwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wojika, abhekise enqabeni yelizwe lakhe, akhubeke, awe, angafunyanwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kothi ke, kwakuba njalo, abuyele kwiinqaba zelakowabo. Kanti ke nalapho uya kukhubeka awe, iphel' intw' ibithethwa.