Daniel 11:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kuvusa amandla ake nentliziyo yake ngakuye ukumkani wasesuyide, enempi enkulu; naye ukumkani wasesuyide wovuselwa ukulwa, enempi enkulu, kwa into eninzi kunene: kodwa akayi kuba nokuma; ngokuba beya kuqinga ngakuye amaqinga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woxhokonxela amandla akhe nentliziyo yakhe kukumkani wasezantsi, enempi enkulu. Ukumkani wasezantsi uya kuxhobela imfazwe, enempi enkulu, encamise ngamandla; ke akayi kuma, kuba baya kwenza iyelenqe ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wophakamisela phezulu amandla akhe nentliziyo yakhe kukumkani wasezantsi, enempi enkulu enempi; ukumkani wasezantsi uya kuphuma alwe nemikhosi emikhulu enamandlakazi; akakho, ngokuba baya kumenzela iyelenqe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uya kuhlanganisa umkhosi omkhulu, azimisele ngamandla, ahlasele ukumkani wasezantsi. Nowasezantsi lowo ke uya kuxhobela imfazwe, amhlangabeze ngomkhosi omkhulu nowomeleleyo. Kambe ke, ngenxa yokuthiyiselwa ngamaqhinga, akayi kuba nampumelelo.