Daniel 11:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, abo badlayo ukutya okumnandi kwake baya kumapula, nempi yake iya kukukulisa; babeya kuwa ababuleweyo abaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abadla umamkeliso wakhe bomaphula, ikhukule impi yakhe, bawe ababuleweyo babe baninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, abadla isonka sakhe baya kumtshabalalisa, nebandla lakhe likhukuliswe, bawe bafe abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kwenzakaliswa ngawona maphakathi adla esithebeni sakhe, uze umkhosi wakhe uvuthululwe uphele, babe baninzi abafayo.