Daniel 12:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti omnye kwindoda eyambete izivato zeqiya, ebipezu kwamanzi omlambo: Kwoba kade kangakananina kude kube kukupela kwalemimangaliso?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi omnye kwindoda leyo yambethe ilinen emhlophe, ebiphezu kwamanzi omlambo, Koda kube nini na, ukuphela kwezi zinto zibalulekileyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi omnye kwindoda leyo yambethe ilinen emhlophe, ebiphezu kwamanzi omlambo, Koda kube nini na, ukuphela kwale miqondiso?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Enye ke yabuza kweso sithunywa sambethe ilinen, eso sasimi phezu kwamanzi omlambo, yathi: “Ngaba iya kuba lithuba elingakanani ukuze zifezekiswe ezi zinto zimangalisa kangaka?”