Daniel 2:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko waqumba ukumkani, wababama kunene, watyela ukuba makubujiswe onke amalumko ase‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko waqumba ukumkani, waba noburhalarhume obukhulu, wathi mazitshatyalaliswe zonke izilumko zaseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waqumba ke ukumkani, waba noburhalarhume obukhulu, wathi mazibulawe zonke izilumko zaseBhabheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke, ukumkani wakhathazeka, wavutha ngumsindo, wayalela ukuba zibulawe izilumko zaseBhabheli.