Daniel 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapuma umteto wokuba amalumko abulawe: kwafunwa no‐Danyeli, namakolwane ake, ukuba babulawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma umthetho wokuba mazibulawe izilumko. Bamfuna ke uDaniyeli namakholwane akhe, ukuba bababulale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaphuma umthetho wokuba mazibulawe izilumko; kwaye babefuna ukuba uDaniyeli namahlakani akhe babulawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke wagunyazisa isohlwayo sokuba mazibulawe zonke izilumko. Bafunwa ke noDaniyeli nabalingane bakhe ukuba babulawe.