Daniel 2:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wapendula wati ku‐Ariyoki, igosa lokumkani: Yinina ukuba umteto unxamile kangaka ukuvela kukumkani? Wandula u‐Ariyoki wamazisa u‐Danyeli indawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula wathi kuAriyoki, obenegunya lakomkhulu, Yini na ukuba kuphume umthetho onje ukuba bukhali kukumkani? Waza uAriyoki wamazisa uDaniyeli le nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula wathi kuAriyoge, umthetheli-mkhosi wokumkani, Yini na ukuba umthetho onje ukuba bukhali kokumkani? Emva koko uArioges wayityhilela le nto kuDaniyeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi kuye: “Ngani ukuba ukumkani agunyazise isohlwayo esiqatha kangaka?” Akuba uAriyoki echazele uDaniyeli konke okwenzekileyo,