Daniel 2:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wangena u‐Danyeli, wacela kukumkani ukuba ammisele ixesha, ukuze axele ukutyilwa kukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDaniyeli wangena, wacela ukumkani ukuba amphe ixesha, ukuba anuxelele ukumkani ukutyhilwa kwephupha elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uDaniyeli wangena, wacela ukumkani ukuba amnike ixesha, aze amcacisele ukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uDaniyeli waya kukumkani, wamcela ukuba akhe ammele, khon' ukuze abe nako ukumtyhilela iphupha elo lakhe.