Daniel 2:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Danyeli waya endlwini yake, washumayela indawo ku‐Hananiya, na ku‐Mishayeli, naku‐Hazariya, amakolwane ake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza uDaniyeli waya endlwini yakhe, wayazisa ooHananiya, noMishayeli, noAzariya, amakholwane akhe, le nto;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko uDaniyeli waya endlwini yakhe waza waxelela abahlobo bakhe uHananiya noMishayeli noAzariya ngale nto;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Egodukile ke uDaniyeli wabachazela ngale ngxaki abalingane bakhe uHananiya noMishayeli noAzariya,