Daniel 2:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Danyeli, wati: Igama likatixo malibongwe kwa kunapakade kude kube ngunapakade; ngokuba bubobake ubulumko namandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasusela uDaniyeli wathi, Malibongwe igama likaThixo, kususela kunaphakade kude kuse ephakadeni; ngokuba ubulumko nobugorha bona bobakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uDaniyeli wathi, Malibongwe igama likaThixo ngonaphakade kanaphakade, ngokuba ubulumko nobugorha bobakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi: “Malidunyiswe igama likaThixo ngonaphakade kanaphakade, kuba bobakhe ubulumko namandla!