Daniel 2:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ukumkani wati ku‐Danyeli, ogama lingu‐Beleteshatsare: Unamandla na okuba undazise ipupa endilibonileyo, nokutyilwa kwalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ukumkani, wathi kuDaniyeli, ogama linguBheletshatsare, Unako na ukundazisa iphupha endilibonileyo, nokutyhilwa kwalo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYehova, wathi kuDaniyeli, ogama linguBheletshatsare, Ungakwazi na ukundixelela iphupha endilibonileyo, nokutyhilwa kwalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wabhekisa kuDaniyeli owayebizwa ngegama elinguBhelteshazare, wathi: “Uza kuba nako ukundixelela iphupha lam, utyhile nentsingiselo yalo?”