Daniel 2:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo njengokuba amazwane enyawo ebesisincete inxenye, nodongwe inxenye, kwa njalo ubukumkani obo, ngenxenye boba namandla, nangenxenye boba buqoboqobo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iinzwane zeenyawo zisisinyithi njengenxalenye, ziludongwe njengenxalenye, ubukumkani buya kuthi bomelele ngenxalenye, bube nkumenkume ngenxalenye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iinzwane beziyintsimbi ngenxalenye, ziludongwe njengenxalenye, ubukumkani buya komelela kwenye, buqhekezwe kwesinye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinzwane ezinxalenye iyintsimbi ngokunjalo nodongwe zalatha ukuba umbuso lowo uya komelela ngenxenye, ngenxenye ube krobo-krobo.