Daniel 2:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ukumkani ku‐Danyeli, wati: Kuyinene ukuba utixo wenu unguye utixo wotixo, nenkosi yokumkani, nomtyili wemfihlakalo, ukuba ubunamandla okuyityila imfihlakalo le.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wamphendula uDaniyeli, wathi, Okwenyaniso, uThixo wenu nguThixo woothixo, yiNkosi yookumkani, ngumtyhili weemfihlakalo: uthe waba nako nje wena ukuyityhila le mfihlakalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wamphendula uDaniyeli, wathi, Yinyaniso ukuba uThixo wakho unguThixo woothixo, uNkosi yookumkani, umtyhili weemfihlakalo, ekubeni ukwazile ukuyityhila le mfihlelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa kuDaniyeli wathi: “Ngenene uThixo wakho nguThixo woothixo, iNkosi yezikumkani, umtyhili weemfihlakalo, kuba wena ube nako ukuyityhila le mfihlakalo.”