Daniel 2:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba niyaxela ipupa, nokutyilwa kwalo, niya kwamkela kum amabaso, nemivuzo, nodumo olukulu; ngako oko ndixeleleni ipupa, nokutyilwa kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithe nalixela iphupha elo, nokutyhilwa kwalo, nozuza kum izipho, nemivuzo, nembeko enkulu; ngako oko ndixeleleni iphupha, nokutyhilwa kwalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithe nalityhila iphupha, nokutyhilwa kwalo, nozuza izipho, nemivuzo, nembeko enkulu kum; ke ngoko, mandilazise iphupha nokutyhilwa kwalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba niyandichazela iphupha elo kunye nentsingiselo yalo, ndiya kuninika umvuzo kunye nezipho, ndinithi jize ngewonga elikhulu. Ngoko ke ndichazeleni eli phupha kunye nento eliyithethayo.”