Daniel 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ukumkani wati: Ndiyazi ngokuqinileyo ukuba ninga ningazuza ixesha, nibona nje ukuba indawo imkile kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani waphendula wathi, Ndiyazi ngokunyanisekileyo, ukuba ninga ningazuza ixesha, ngenxa enokuba nibona ukuba seliwisiwe ilizwi lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNdikhoyo waphendula wathi: “Ndiyazi ukuba uza kukhululeka, kuba uyabona ukuba le nto indishiyile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula ukumkani wathi: “Ngenene ngoku ndazi ngokumhlophe ukuba into eniphezu kwayo kukuhambisa ixesha, kuba nisazi ukuba sendifikelele kwisigqibo.