Daniel 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba akunjalo, makwazeke kuwe, kumkani! ukuba otixo bako asiyi kubabedesha, nomfanekiso wegolide uwumisileyo asiyi kuwubedesha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke, ukuba akunjalo, makwazeke kuwe, kumkani, ukuba asiyi kubabusa othixo bakho, asiyi kuqubuda kumfanekiso wegolide owumisileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, ukuba akunjalo, makwazeke kuwe, kumkani, ukuba asiyi kubabusa thixo bakho, asiyi kuqubuda kumfanekiso wegolide owumisileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, noba akasihlangulanga, yazi mhlophe, mhlekazi, ukuba asiyi kubanqula oothixo bakho, futhi asiyi kuguqa sikhahlele kulo mfanekiso wegolide uwumisileyo.”