Daniel 3:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula wati: Nanga ndibona amadoda amane, ekululekile, ehamba pakati kwomlilo, kungeko senzakalo kuwo; kekaloku eyesine ukufana kwayo ifana nonyana wotixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula wathi, Khangelani, ndibona amadoda amane, ekhululekile, ehamba phakathi komlilo, engenzakele; ukubonakala kweyesine ke kufana nonyana woothixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula wathi, Yabonani, ndibone amadoda amane, ehamba emlilweni, engaseva ntlungu; ukubonakala kweyesine kufana noNyana kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena wathi: “Phofu ke, ngani ukuba ndibone amadoda amane ehamba-hamba emlilweni? Akabotshwanga nakubotshwa, futhi akabonakalisi nakwenzakala – ke yona le yesine ifana nonyana woothixo ngembonakalo.”