Daniel 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umti ke obuwubona, owakulayo, owomelelayo, obude bawo bafikelayo ezulwini, nokubonwa kwawo emhlabeni wonke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umthi owubonileyo, owakhulayo womelela, okuphakama kwawo kwafikelelayo ezulwini, wabonwa ehlabathini lonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umthi owubonileyo, owakhulayo womelela, okuphakama kwawo kwafikelelayo ezulwini, obuso bafika ehlabathini lonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Laa mthi uwubonileyo uluhalakahla olomelele lwakhula lwakrweca izulu, laza labonakala kulo lonke ihlabathi,