Daniel 4:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuko oku ukutyilwa, kumkani! nguwo ke umgwebo wopezu kwonke, oya kuza pezu kwenkosi yam ukumkani:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nanku ukutyhilwa kwako, kumkani; nantsi ingqibo yOsenyangweni eya kuyifikela inkosi yam ukumkani:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo le ingcaciso, kumkani, nomyalelo wOsenyangweni, omfikeleyo ukumkani wam:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Naku ukuchazwa kwalo ke, mhlekazi – ngenene esi sisimiso asimisele wena uPhezukonke.