Daniel 4:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokokuba kwaxelwa ukuba kushiywe isipunzi sengcambo zalomti, ubukumkani bako boba buqinile kuwe, emvenikweni uya kukwazi ukuba izulu liyapata ubukosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Le nto kuthiwe isiphunzi esineengcambu zomthi, masishiywe, ithi, ubukumkani bakho buya kuqiniselwa kuwe, kwaoko wakuthi wazi ukuba amazulu anegunya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ngenxa yokuba babeyalela ukuba isiqu seengcambu zomthi masishiywe simile; Ubukumkani bakho buya kuqiniselwa kuwe, wakwazi ukuba amazulu anegunya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko izithunywa zithe isikhondo sineengcambu zaso masishiywe emhlabeni, loo nto ithetha ukuba ulawulo lobuyiselwa kwakuwe, wakuba uvumile ukuba ngulowo usezulwini olawulayo.