Daniel 4:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ekupeleni kwenyanga zilishumi elinambini wabehamba pezu kwoxande lwobukumkani be‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekupheleni kweenyanga ezilishumi elinambini, wayehambahamba phezu kwebhotwe lokumkani laseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekupheleni kweenyanga ezilishumi elinambini, waya endlwini yobukumkani baseBhabheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweenyanga ezilishumi elinambini wathi esahamba-hamba kumgangatho ophezulu apho ebhotwe komkhulu eBhabheli,
Recommended Reading