Daniel 4:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wateta ukumkani, wati: Le asi yiyo na i‐Babilone enkulu, endiyakileyo ibe yindlu yobukumkani ngobukulu bamandla am, nangenxa yodumo lwobungcwalisa bam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasusela ukumkani wathi, Le asiyiyo na iBhabheli enkulu, endiyakhele ukuba ibe yindlu yobukumkani ngokuqina kwamandla am, nangenxa yobuhandiba bobungangamsha bam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ukumkani wathi, Le asiyiyo na iBhabheli enkulu, endiyakhayo ngamandla am amakhulu, nangobuqaqawuli bobungangamsha bam, ukuba ibe likomkhulu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wasuka wathi: “Hayi ukuba sikhulu kwaso esi sixeko esiyiBhabheli! Ndim kaloku owasakhayo ngamandla am amakhulu. Ndasenza ikomkhulu lam ukuze siphuhlise isihomo nesithozela sam.”

Recommended Reading