Daniel 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndawenza umteto wokuba kungeniswe onke amalumko ase‐Babilone pambi kwam, ukuze andazise ukutyilwa kwepupa elo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndawisa umthetho wokuthi, zonke izilumko zaseBhabheli maziziswe phambi kwam, ukuba zindazise ukutyhilwa kwephupha elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke, maziziswe phambi kwam zonke izilumko zaseBhabheli, ukuba zindityhilele ukutyhilwa kwephupha elo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaza ke ndathi mazibizwe zonke izilumko zaseBhabheli, ukuze zindityhilele iphupha lam elo.