Daniel 5:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tekeli; ulinganisiwe ezilinganiselweni, wafunyanwa ulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elokuba tekele lithi, Wena ulinganisiwe esikalini, wafunyanwa ulula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
TEATLE; Ulinganiswe esikalini, kwaye ufunyenwe ubuthathaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Ubunzima’: wena ubekwe esikalini, baza ubunzima bakho bafumaneka bunganeno.