Daniel 6:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula lamadoda abuta ngempitimpiti, afumana u‐Danyeli etandaza ekunga nokukunga pambi kwotixo wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aza adlongoza la madoda, amfumana uDaniyeli ethandaza, etarhuzisa phambi koThixo wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ahlanganisana ke la madoda, amfumana uDaniyeli ethandaza, etarhuzisa phambi koThixo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku laa madoda ahlangana ambhaqa uDaniyeli ethandaza etarhuzisa kuThixo wakhe.