Daniel 6:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula waxela ukumkani, baza bamzisa u‐Danyeli, bamjulela emnxunyeni wengonyama. Wateta ukumkani wati ku‐Danyeli: Utixo wako, lowo uhlala umkonza futi, yena wokukulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Watsho ke ukumkani; bamzisa uDaniyeli, bamjulela emhadini weengonyama. Waphendula ukumkani wathi kuDaniyeli, Wanga uThixo wakho, ombusa ngamaxesha onke, angakusindisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Watsho ke ukumkani; bamzisa uDaniyeli, bamjulela emhadini wengonyama. uYehova wathetha kuDaniyeli, wathi, uThixo wakho, ombusa ngamaxesha onke, wokusindisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukumkani wayalela ukuba alandwe uDaniyeli; waza ke waphoswa apho kuloo mngxuma weengonyama. Wathetha naye ke wathi: “Akwaba angakuhlangula uThixo wakho omnqula ngentembeko maxa onke.”