Daniel 6:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani waya eluxandeni lwake, wadlulisa ubusuku ezila ukutya; kanjalo iziculiso bezingaziswanga pambi kwake; bemka kuye nobutongo bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza ukumkani waya ebhotweni lakhe, wabugqiba ubusuku ezila ukudla; akwaziswa zintombi zingqungqayo phambi kwakhe, waphelelwa bubuthongo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza ukumkani waya ebhotweni lakhe, wachitha ubusuku ezila ukudla; yaye akuzange kubekho lizwi phambi kwakhe, waza waphelelwa bubuthongo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke ukumkani wagoduka waya ebhotwe, wachitha ubusuku engadli, engenalo nethuba lokuzonwabisa, koko wasuka waphuthelwa ubusuku bonke.
Recommended Reading