Daniel 6:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani wavuka kunye nesifingo sokusa, waya ngobunxamo emnxunyeni wengonyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza ukumkani wavuka ngesifingo kwakusasa, waya emhadini weengonyama ngobungxamo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza ukumkani wavuka kwakusasa, wangxamela ukuya emhadini weengonyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ukumkani wavuka xa kuthi chapha ukusa, wakhawuleza waya kulaa mngxuma weengonyama.