Daniel 7:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndasondela komnye wabo babemi kona, ndabuza kuye inyaniso yoku konke. Waza wandityela, wandazisa ukutyilwa kwezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndasondela komnye wababemi khona, ukuba ndicele kuye inyaniso ngezo zinto zonke; wathetha kum, ukuze andazise ukutyhilwa kwezinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndasondela komnye wababemi khona, ndambuza inyaniso ngezo zinto zonke. Wandixelela ke wandinika ingcaciso yezinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndasuka ke ndaya komnye wababemi apho, ndamcela ukuba andichazele inyaniso yayo yonke le ngcombolo. Ke yena wandityhilela intsingiselo yazo zonke ezi zinto, wathi: