Daniel 7:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezizilo zikulu, ezizine, zingokumkani abane, a baya kuvuka emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
La marhamncwa makhulu kakhulu mane ngookumkani abane, abaya kusuka beme ehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
La marhamncwa makhulu, mane, ngookumkani abane abaya kubonakala emhlabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘La marhamncwa axela imibuso emine eya kuvela emhlabeni.