Daniel 7:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndakangela, lwati upondo olu lwayenza imfazwe nabangcwele, lwaboyisa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabona ukulwa kolu phondo nabangcwele, lwabeyisa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabona, kwaza kwalwa olu phondo lwabangcwele, lwaboyisa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku, ndisabukele njalo, olo phondo lwabahlasela abantu abangcwele bakaThixo laboyisa,
Recommended Reading