Daniel 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko kuya kuhlalwa ukugweba, babeya kususa ubukosi bake, ukubutshabalalisa nokubububisa kude kube sekupeleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke abagwebi baya kuhlala phantsi, balisuse igunya lakhe, ukuze litshabalale lidake, kude kuse ekupheleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke umgwebo uya kuhlala, kwaye baya kubuthabatha ubukumkani bakhe, baphanzise kwaye batshabalalise kude kube sekupheleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Kambe ke inkundla yaphezulu iya kuhlangana, imhluthe ulawulo lwakhe, lutshitshiswe, luphele ngonaphakade.