Daniel 8:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOWESITATU umnyaka wobukumkani buka‐Beleshatsare, umboniso wabonakala kum mna Danyeli, emveni kwalowo wabonakalayo kum ekuqaleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wesithathu wokulawula kukaBheleshatsare ukumkani, kwabonakala kum, mna Daniyeli, umbono emva kwalowa wabonakalayo kum matanci.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesithathu wokulawula kukaBheleshatsare ukumkani, mna, Daniyeli wam, ndabona umbono emva kowokuqala owabonakalayo kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku xa ukumkani eBhelshazare wayekunyaka wesithathu elawula, ndaphinda mna Daniyeli ndanomnye umbono emva kwalaa mbono wokuqala.