Daniel 8:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Bona ke, ndiya kukwazisa oko okuya kubako ekugqityelweni kwengqumbo; ngokuba ixesha elimiselweyo sinesipelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yabona, ndiya kwazisa okuya kubakho ekupheleni kobhavumo; ngokuba umbono uya kwixesha elimisiweyo lokuphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Yabonani, ndinixelela okuya kubakho ekupheleni kwengqumbo; ngokuba isiphelo siya kuba ngexesha elimisiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi: “Ndikubonisa izinto eziya kwenzeka ngomhla wokugqibela wengqumbo kaThixo. Kaloku lo mbono ubhekiselele kwixesha elimisiweyo lesiphelo.