Daniel 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wa ndi qondisa, wateta nam, wati: Danyeli! ndipumile kaloku nje ukuza kukufundisa ukuqonda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yandiqondisa, yathetha nam, yathi, Daniyeli, ngoku ndiphumile ukuba ndikufundise, uqonde.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandazisa, wathetha kum, wathi, Daniyeli, ndize kukunika ubulumko nokuqonda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathetha nam ke endikhanyisela, wathi: “Daniyeli, ndilapha nje ndize kukuvula ingqiqo ukuze ube nokuqonda.