Daniel 9:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ekuqaleni kwezikungo zako lapuma ilizwi; ndize nam ukuba ndi ku xelele; ngokuba ungotandiweyo wena: ngako qonda lendawo, ugqale lomboniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma ilizwi ekuqaleni kokutarhuzisa kwakho; mna ndize kulixela kuwe, ngokuba ungonqwenelekayo. Liqonde ke ilizwi, uqonde umbono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwafika ilizwi ekuqaleni komhlana wakho, ndize kukubonisa; ngokuba uthandwa kakhulu; uze uwuqonde umcimbi kwaye unakekele ubuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe usaqala nje ukuzibika kuThixo waba yena selenesigqibo. Ngoko ke ndize kukuchazela isigqibo eso. Kaloku ukuxabisile. Mandikuchazele esi sigqibo ke, uwuqonde lo mbono.