Deuteronomy 1:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko naningavumi ukunyuka, kodwa nalivukela ilizwi likayehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanti noko anivumanga kunyuka, nawuphikisa umlomo kaYehova uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa anivumanga ukunyuka, nawuphikisa umlomo kaYehova uThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke nina navukelana nawo umyalelo kaNdikhoyo uThixo wenu, anavuma ukungena kulo elo lizwe.