Deuteronomy 1:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova, utixo wenu, ohambayo pambi kwenu, nguye oya kunilwela; njengako konke wanenzelayo e‐Jipete pambi kwamehlo enu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NguYehova uThixo wenu, ohamba phambi kwenu. Yena wonilwela, njengako konke awanenzelayo eYiputa emehlweni enu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uThixo wenu, onikhokelayo, wonilwela, njengoko wakwenzayo kuni, phambi kwamehlo enu eYiputa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uThixo wenu nguye onikhokelayo. Yena wonilwela njengoko nambonayo esenjenjalo eJiputa