Deuteronomy 1:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nasentlango, apo nibonileyo okokuba uyehova, utixo wenu, unitwele, njengokuba umntu etwala unyana wake, kuyo yonke indlela benihamba ngayo, nada nafika kulendawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nasentlango, apho wakubonayo ukukuthwala kukaYehova uThixo wakho, njengomntu ethwele unyana wakhe, ngendlela yonke enahamba ngayo, nada naza kufika kule ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye entlango, apho wabonayo ukuba uYehova uThixo wakho wakuzala, kanye njengoko umntu ezala unyana wakhe, ngendlela yonke enahamba ngayo de nafika kule ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nasentlango. Andithi kaloku yena wanibeleka njengoko uyise enjenjalo kunyana wakhe, yonke loo ndlela kude kube ngoku?’