Deuteronomy 1:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
obehamba pambi kwenu endleleni, ukuya kunihlolela indawo yokuti waca kwenu, ngomlilo ebusuku, ukuba anibonise indlela eniya kuhamba ngayo, nangelifu emini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ohamba phambi kwenu endleleni, ukuba anihlolele indawo yokumisa iintente zenu, ngomlilo ebusuku; anibonise indlela enohamba ngayo, ngelifu emini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owakukhokelayo endleleni, ekufuna apho ungamisa khona iintente zakho, emlilweni ebusuku ukuba akubonise indlela enohamba ngayo, ngelifu emini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kanti nguye owayesoloko enikhokela ade anifunele nendawo eningamisa kuyo. Ewe, kaloku wayenikhokela ngelangatye lomlilo ebusuku, ukuze niyibone indlela emanihambe ngayo, aze anikhokele ngomqulu welifu emini.”