Deuteronomy 1:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandula wati uyehova kum: Yiti kubo: Ningenyuki, ningalwi kanjako, ngokuba ndingeko mna pakati kwenu; ukuze ningoyiswa pambi kwentshaba zenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Yithi kubo, Ize ningenyuki, ize ningalwi; kuba andikhona phakathi kwenu; hleze nigxothwe ziintshaba zenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Yithi kubo, Ize ningenyuki niye kulwa; kuba andikho phakathi kwenu; hleze nigxothwe ziintshaba zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena uNdikhoyo wathi kum: ‘Balumkise uthi: “Ningayi kulwa; andiyi kuhamba nani ndinilwele; niya koyiswa ziintshaba zenu.” ’