Deuteronomy 1:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo nibe nihlala e‐Kadeshe imihla yamininzi, njengemihla enibe nihlala ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke nahlala eKadeshe imihla emininzi, njengaloo mihla nayihlalayo apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko nahlala eKadeshe imihla emininzi, ngokwemihla enayihlalayo khona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku nahlala eKadeshe ixesha elide.”